Eli phepha lizakucacisa ukuvumelana kwezimaphambili zesibizo kunye nesenzi. Liqwalasela indlela abantwana bayifunda njani le nto. Baqwalasela ukuba ingaba baxhomekeke kangakanani ekwazini ihlelo lesibizo. Olu lwazi luzakutyenziswa ukwenza i-models zokucacisa ukuvumelana kwezimelabizo.

IsiXhosa lulwimi lwaBantu. Luthethwa ngabantu abayi-8.2 million. Elonani lenza i-18% yabantu baseMzantsi Afrika. Njenge zinye iilwimi zaBantu, eli lwimi linobuxhaka-xhaka. IsiXhosa sinamahlelo ali-15, la mahlelo ayasixelela ukuba amagama asebenza njani xa edibene. Ngamanye amazwi, amagama avumelana njani. Zininzi izinto ezincanyathiselwa kwisiqu sesenzi. Nanku umzekelo osuka kweliphepha lika-Gxilishe et al[1]

concords

Akukho mthetho mnye ocacileyo wokuxela ukuba isibizo sikweliphi ihlelo. Ulandelelwano lwamagama esiXhoseni laziwa ngokuba yi-SVO (subject-verb-object). Akunyanzelekanga ukuba amagama alandelane ngoluhlobo. Angatshintshana, kodwa kumaxesha amaninzi alandelelana ngendlela ethi SVO. Lo mzekelo ulandelayo usuka kwiphepha lika-Gxilishe et al[1]

sentence order

Eliphepha andilithembi. Lithetha ngezinto ezinzima ngokungathi zizinto ezingenamsebenzi. Akukho lula uyazi ukuba isibizo sikweliphi ihlelo. Ababhali, bathetha ngokungathi yinto encinci leyo. Asizokuqhubekeka nokulifunda eliphepha.